alwela ukuzuza
indebe
liliphi iqela
eliza kuyizuza
ukrwaqula amaqela amathathu
awabona
enethuba elihle
ujengomthandi webhola
ukuba mnandi
ngasekupheleni
kwexesha lokudlala
libonise
liliqela eliphambili kweli
kwemidlalo yeligi
kuza kulenza
liphume kwindawo yesibini
lixesha elinzima
kubadlali
nakumagosa amaqela
liqiniseke
nokubethwa
kunokulidanisa
lingayizuzi indebe
xa besibhala eli nqaku
ebemathathu amaqela
abazimisele
basenokuyizuza
ukuba badlala
ngokuzimisela
ngasekupheleni konyaka
makhe siqwalasele
endicinga
anethuba elihle
xa besibhala eli nqaku
ekuyiyo eyazuza
nyakenye
ibisenkcochoyini yeligi 
inamanqaka angama
ewafumene
kwimidlalo engama
yaye idlala kakuhle
iqeqeshwa
nomncedisi wakhe
ungayijongeli phantsi
iliqela
olwam uluvo
bephilile
inokudlala kakuhle
okwakufuneka ikwenze
ukuze izuze
uyakenye
kukuphumelela
okanye idlale ugokulingana
nangona
yayidlala kakuhle
yabethwa
ngamanqaku 
kwimbande yesikhova
idanile
kukuphulukana nethuba
ibhiyozela
olwam uluvo
lokuyizuza
kulo nyaka
ukubuya
kukhangeleka
kubakhuthazile
ukuba badlale
ngokuzimisela
kwaye oko kuboniswa
nayinto yokuba
sele izuze indebe
inomgcini zipali ophambili
nabadlali abaphambili
xa sibala nje abambalwa
ngokuqiniseki leyo
inabo ubuchule
bokudlala
obunokuyenza
iyizuze
ukuzimisela nokuzinikela
okuboniswa
ugumqeqeshi
kubonisa ukuba
ifuna ukongeza
ingqokelela
uluvo lwam
inabo ubuchule

